

I
NGABA MHLAWUMBI IMBONAKALO-ZIMVO, ISENZO
OKANYE UMKHWA OSEBOMINI BAKHO UFANELE UKU-
TSHINTSHA? UTHINI NGEZIQHELO ZAKHO ZOSHISHI-
NO NEMISEBENZI YOKUFAMA – INGABA MHLAWUMBI
NAZO ZIDINGA UHLAZIYO, INGUQUKO, UKWENZIWA
NGOKUTSHA UKUZE UHLALE UDINGEKA FUTHI UFIKELELE
KWIMIGQALISELO YAKHO?
Utata wam oneminyaka engama-86 ubudala wathi akuba ngumhlolo
kwiminyaka emithathu edlulileyo, wazibhaqa ehlaselwa lusizi waze wase-
bumnyameni bokuphelelwa lithemba obabusuba ukumgubungela waze
ngenxa yoko waziva ngathi ubomi bakhe abusenazinjongo. Ngenye imini
ndathi, ‘Uyazi Tata, uMama ebengakwazi kuzikhethela ukuphila, kodwa wena
… unakho ukuzikhethela ukuphila ngendlela ezukisa ubomi benu nobabini
ngokubuphila kakuhle ubomi bakho’ Utata wathi cwaka, kodwa ngemini
elandelayo wenza idinga lokuba kuvavanywe isiva-mvo sokumamela
Qwalasela izifo
zamagqabi emboneni
04
Iziphumo zokungakaliki
imihlaba yakho easidi
10
Yazi imida yokuqalisa ukutyala
ebaluleke kumaxa akho okukhulisa
15
IMVULA
PULA
FOOD • PEOPLE • PROSPERITY
GROWING
EYOMNGA 2020
Utshintsho aluthinteleki
– ukukhula kuyakhethwa
Jenny Mathews, umbhali kwiPula
Imvula. Thumela i-imeyili apha
jennymathews@grainsa.co.za
IMAGAZINI
YAKWAGRAIN SA
YOPHUHLISO
LWABAVELISI